Kumenywa abazali entlanganisweni

Ikomiti ye-Repatriation and Reburial, phantsi kombutho wezopolitiko iANC kunye nephiko lawo uMkhonto Wesizwe, imema bonke abantu abaswelekelwa zizizalwane zabo ziselubhacweni kwiintlanganiso ezizakuba zibanjwe kule veki izayo kwiingingqi ezahlukeneyo


Ikomiti ye-Repatriation and Reburial, phantsi kombutho wezopolitiko iANC kunye nephiko lawo uMkhonto Wesizwe, imema bonke abantu abaswelekelwa zizizalwane zabo ziselubhacweni kwiintlanganiso ezizakuba zibanjwe kule veki izayo kwiingingqi ezahlukeneyo. Malunga nenkcazelo qhakamshelana no Mawonga Labase ku 067 425 0943 okanye uKagiso Selebalo ku 082 331 8052.

Categorised:

You need to be Logged In to leave a comment.