Akukho nto ingaxhalabisiyo kweli lizwe, ingakumbi xa ilelixesha enyakeni.
If Samora residents have done anything against the will of God, I appeal to Him to place all their sins on me. I’m ready to die on their behalf.
Eneneni kuyafuneka sisisizwe khe sihlale phantsi sizibhence sizibuze imibuzo siyeke ukusoloko sigxeka urhulumente ngayo yonke into.
Nencwadi emlom’ ubomvu iyayicacisa into yokuba uThixo wadala uAdam wamenza nje ngomfuziselo wakhe.
“Which Xhosa men are loyal?”, “Xhosa men ayabheda” and “Xhosa men will show you flames”, these are just some of the remarks that still reverberate through my mind from a…
Kuyabonakala ukuba ngokuye amaqela ezopolitiko esanda neyantlukwano iye isanda ngenxa yokuba enza okanye athetha nantoni na ukuze afumane iivoti.
No one is safe in Cape Town, particularly those who reside in the townships. The killing of people, especially on weekends, has become a norm.
Local schools are improving academically and in sports, but negative perceptions persist; we must celebrate dedicated leaders and mentors.
July is National Savings Month, a time when we are encouraged to reflect on our spending, tuck away extra rands, and develop better financial habits. But for many South Africans,…